Tribute Messages | Western Cape Government
Rest in Peace Tata Madiba 1918 - 2013

Rus in Vrede

Tata Madiba

1918 - 2013

 

Tribute Messages

tribute messages

Photo © Shameer Karriem

EK DANK U HERE VIR DIE MAN VAN ONS LAND ..ONS VADER WAT IN DIE HEMEL IS NELSON MANDELA!! RIP JY HET NIE NET MILLJOENE SE HARTE GERAAK NIE MAAR TOG MAAR BILLJOENE. YOU ARE THE BEST MAN EVER LIFED IN OUR HISTORY.

Ubuliqhawe lama qhawe, ngubani obesazi ukuba from Peki to Pen , from Prison to President. namhlanje kumnandi kwelilizwe sisigqeba esasikhokhelwe nguwe. ithi ke lonto ngoku ilele ezandleni zethu. Lala ngoxolo Mhlekazi noko nathi usifundisile.

May your legacy live through all of us and generations to come. RIP father of our nation.

Thank you Madiba The struggle is still on, we will take where you left

Lala ngoxolo qhawe lamaqhawe madiba omde ugqatso ulufezile yem-yem,ngqolomsila, vela bembhentsele you will always be remembered

You are the Legend Of Legends Tata Madiba...Lala ngoxolo Madiba omde eyakho indima uyidlalile emhlabeni...Ugqatso ulifezile

Yemyem, Ngqolomsila, ulifezila ugqatso lwakho,,,phumla ngoxolo tata wesizwe.

Lala ngoxolo Madiba ,Dlomo, Yem Yem Nqolomsila uqhatso ulufezile

Tata Madiba baie dankie vir alles.Ek het u al in Oudtshoorn by die KKNK saam met Franklin Sonn gesien toe u die fees amptelik geopen het.R.I.P.

AWU! IKHOTHA MILE NYHANI LE NGQANGA YASE BATHENJINI, TATA WESIZWE UNCUMO LWAKO NOBUNTU BAKO SOHLALA SILUKHUMBULA

Pages