Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
THE GOVERNMENT OF SOUTH AFRICA - IINKONZO: IZITHUTHI, IINGOZI & NOKHUSELEKO EZINDLELENI
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Iinkcukacha Malunga noKhuseleko Ezindleleni
Iphulo lika"Fika uPhilile" lijonge ukunciphisa inani lobomi ekuphulukwana nabo kwiindlela zoMzantsi Afrika, oko kusenziwa ngokwenza uluntu lube nolwazi malunga neenkxalabo ebhekiselele kwezokhuseleko ezindleleni.  > 
Ukufaka Ibango Kwingxowa-mali Yeengozi Zendlela
Yintoni iNgxowa-mali Yeengozi Zendlela? Ngubani onokufaka ibango kule ngxowa-mali? Ungayifumanela ukwenza ntoni imali? Yintoni ukungakhathali? Libango lemali engakanani onokulifaka? Ibango liphunyezwa emva kwexesha elingakanani? Ulifaka njani ibango kule Ngxowa-mali? Lifakwa phi ibango? ...  > 
Virtual Breathaliser (ifumaneka ngesiNgesi kuphela okanye ngesiBhulu)
This in an online service, which allows you to calculate whether you are over the legal limit or not, based on how much you have drunk, your body weight, time, and gender.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 9 uSeptemba 2004
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo