Cape Gateway
English | Afrikaans | Malunga | Qhagamshelana | Uncedo | Funa nzulu  |
 
THE GOVERNMENT OF SOUTH AFRICA - IINKONZO: EZOHAMBO
Cofa kuloo nkonzo ukuze ufumane iinkcukacha ezigcweleyo.
Iziqinisekiso Zokugonylelwa iCesina eMthubi
Ukuzama ukunqanda ukusasazeka kwecesina emthubi, abahambi abanqumla imida yamazwe apho icesina emthubi igqugqisa khona kufuneka besigonyelwe esi sifo. Siyintoni iSiqinisekiso seCesina eMthubi? Ingaba ukhona umntu ongenakuba nayo uCesina eMthubi, wenzeka ntoni xa ungenaso esi siqinisekiso? Iingingqi zeCesina eMthubiSIYINTONI ISIQINISEKISO SOKUGONYELWA ICESINA ...  > 
Ukufaka Isicelo Sephepha-mvume Lokundwendwela uMzantsi Afrika
Abantu abaninzi abangengobemi boMzantsi Afrika abanqwenela ukundwendwela uMzantsi Afrika kufuneka babe nephepha-mvume lokundwendwela lexeshana elisebenzayo. Eli phepha-mvume lixela iinjongo kwanexesha eliza kuthatyathwa lolu ndwendwe.Imiqathango yokungena uMzantsi Afrika, Ngubani ekufuneka efake isicelo sephetshana londwendwela okwexeshana? Ungasifaka phi isicelo sephetshana lokundwendwela okwexeshana? Ukugaleleka eMzantsi Afrika, ...  > 
Ukufaka isicelo seNcwadana Yokundwendwela
Ukuba ungummi woMzantsi Afrika yaye uhambela elinye ilizwe, kuza kufuneka ube nencwadana yokundwendwela yaseMzantsi Afrika.  > 
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 6 uNovemba 2006
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe Western Cape: A Home For All logo