URHULUMENTE WEPHONDO LENTSHONA KAPA: UQHAGAMSHELWANO
|
UQHAGAMSHELWANO
|
IDILESI YESITALATO: |
Kumgangatho Osemhlabeni, kwa-15 Kwisitalato iWale, eKapa, 8001
|
IDILESI YEPOSI: |
Private Bag X9043, eKapa, 8000
|
| IMIBUZO GABALALA: | UMNXEBA: | 0860 142 142 | I-EMAIL: | questions@capegateway.gov.za | IINKCUKACHA EZICHAZAYO: | IZiko onokutsalela kulo umnxeba leCape Gateway yinombolo ekukuphela kwayo onokuyitsalela nangawuphi na umbuzo onento yokwenza norhulumente. Ukuba abakwazi kuwuphendula ngoko nangoko umbuzo wakho, baya kuwudlulisela kwicandelo likarhulumente elikulungeleyo oko. Inombolo engu-0860 yokwabelana ngomnxeba ithetha ukuba uhlawula kuphela umnxeba ngokunga ukwesi sixeko utsalela kuso, nokuba sele uphi na apha eMzantsi Afrika. |
|
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 22 uJuni 2007
|
|
I-Cape Gateway yinkonzo karhulumente ejoliswe kubemi beNtshona Koloni, ebonelela ngolwazi ngorhulumente wedolophu, owephondo nowesizwe |
 |