| English | | | Afrikaans | | | Malunga | | | Qhagamshelana | | | Uncedo | | | Funa nzulu | |
ULUHLU LWEENKCAZELO: K
Iingcaciso zamagama asetyenziswa eburhulumenteni, zidweliswe ngokwee-alfabhethi. (Okwangoku oku akukafumaneki ngesiXhosa, kufumaneka ngesiNgesi.)
Khoisan - Eli ligama adityaniswa ngalo amaQhakancu naBathwa abazizizwe zokuqala eMazantsi eAfrika.
Khula - Eli liqumrhu likarhulumente lezimali elinoxanduva lokuncedana namashishini asakhulayo, aphakathi namancinci ukuze akwazi ukufumana uncedo lwezimali. Ukuze ufumane iinkcukacha ezithe vetshe tyelela iwebsite yeKhula.
Umxholo okweli phepha wagqibela ukuhlaziywa nge- 18 uJuni 2004