Cape Gateway
English | isiXhosa | Aangaande | Kontak | Hulp | Gevorderde Soektog  |
 
KONTAK

iCAPE GATEWAY

Ngayo nayiphi na imiba enento yokwenza neCape Gateway kuphela (umzekelo, iziqulatho okanye inguqulelo) thumela i-email kule dilesi:

questions@capegateway.gov.za.

Usenakho kanti nokufikelela kwiCape Gateway ngokuthi:


  • utsale umnxeba kwinombolo ethi 0860 142 142 (kwiintsuku zeveki 8:00 - 18:00; uhlawula imali ngokunga useKapa nokuba uphi na apha eMzantsi Afrika)
  • ndwendwela iziko lethu labatyeleli, kwa-142 kwiSitalato iLong, eKapa (kwiintsuku zeveki 8:00 - 16:00; apho unokuthetha khona nomntu ubuso ngobuso)

Nceda ugqithisele nayiphi na imiba engasombululekanga kwigosa loqhagamshelwano leCape Gateway kule dilesi Ndumie Zathu

AMAQUMRHU ASEBURHULUMENTENI

Iinkcukacha zoqhagamshelwano zamaqumrhu aseburhulumenteni (umzekelo, amasebe) zinikezelwa kwisikhundla 'URhulumente Wakho'. Khawuphendla-phendle iqumrhu laseburhulumenteni onomdla kulo, okanye usebenzise isixhobo sokukhangela, umzekelo, khangela: "iinkcukacha zoqhagamshelwano zeSebe Lezempilo".
 



KONTAKVORM

Gebruikers sonder e-posgeriewe kan met Cape Gateway in verbinding tree deur die onderstaande vorm in te vul:

* vereiste gebied

Naam:*
E-posadres:
En/of Telefoonnommer:
Onderwerp:*
Kommentaar:*

 
Die inhoud van hierdie bladsy is laas op 21 September 2007 hersien
South African National Government crest Provincial Government of the Western Cape logo Cape Gateway is 'n diens wat die regering hoofsaaklik aan die burgers van die Wes-Kaap bied deur die voorsiening van inligting oor plaaslike, provinsiale en nasionale regering Western Cape: A Home For All logo